
Deborah Fraser – Nzulu Yemfihlakalo Mp3 Download
Nzulu Yemfihlakalo by Deborah Fraser Mp3 Download
Get this amazing new song titled Nzulu Yemfihlakalo by Deborah Fraser. Deborah Marcia Fraser (June 9, 1965 – May 15, 2022) was a South African gospel singer. She began her career in 1985 as a backing singer, and recorded her own album in 2000, titled Abanye bayombona. His song is available for streaming and downloading on all our platform.
Download & Stream Mp3 Below
Lyrics Of Nzulu Yemfihlakalo by Deborah Fraser
Nzulu yemfihlakalo
Nzulu yesimanga Ezalise umhlaba NesibhakabhakaLenzulu yesimanga
Ngokathix’unyana Oweza ebantwini Ngokuba sindisaWabon’uluntu lonke
Luwel’esonweni Imiphefumlo yonke Ihleli elishweniOh wasikwa yimfesane
Engumangaliso Wathabathela kuye Lonk’ihlazo laboHayi obobunzulu
Boluthando lwakho Nalo msebenzi wakho OngenakuqondwaAbakholwayo namhla
Abanakugwetywa Mawudunyiswe nkosi Kuse phakadeniLenzulu yesimanga
Ngokathix’unyana Oweza ebantwini Ngokuba sindisaLenzulu yesimanga
Ngokathix’unyana Oweza ebantwini Ngokuba sindisaLenzulu yesimanga
Lenzulu (Ngokathix’unyana) Oweza kithi (Oweza ebantwini ) Ngokuba sindisaOh lenzulu (Lenzulu yesimanga )
Ngokathix’unyana Oweza(Oweza ebantwini) Ngokuba sindisa
Leave a Reply